Download MP3 for Rev Nkomfa - Thixo Akunangqaleko (ft. Betusile Mcinga)


Listen this mp3


Share this mp3

114,393   539   34  

Description

.
Thixo akunangqaleko,
Thixo akungqibeko;
Ukho endaweni zonke,
Ukho ngamaxesha onke.

Phaya ezinkwenkwezini­,
Ukho wena ezulwini;
Wab' ukade sel' ukhona,
Xa zingekabikho zonke.

Zoda zigqibeke zonke,
Kuthi tshabalala konke;
Ube wena ungapheli,
Ube wena usahleli.

Hymn 14 - Xhosa hymnal

Disclaimer: No copyright infringement intended


-Video Upload powered by https://www.TunesToTube.com